U-Elsadig Mohamed Ahmed

U-Elsadig Mohamed Ahmed Abdulgayoum ngumfoti waseSudan kunye nomenzi wefilimu, wazalelwa wakhulela e-Omdurman, eSudan. Wafunda i-multimedia ukusuka kwi-2005 ukuya kwi-2008. Emva kokuphumelela, u-Elsadig wathatha inxaxheba kwiindibano zocweyo zefilimu kunye neefoto eKhartoum nakwezinye izixeko zelizwekazi, nto leyo eyaphakamisa ulwazi lwakhe ngefilimu kunye neendaba ezintsha. Usebenzisa ukwenza ifilimu kunye nokufota njengezixhobo zokubalisa amabali, uphando, kunye nokuphuhlisa ukuqonda okungcono kokwenyani yakhe. Kwangaxeshanye, uzama ukuvakalisa intelekelelo yakhe kwaye avule iingcango ukuze enze iingxoxo nabaphulaphuli abakude. Uyinxalenye ye I-Baab ngokudibeneyo.